UmZantsi Afrika mandulo!!!

Amaphandle i-TBVC tshintsha

Oonobumba i-TBVC bamele e-Transkei; e-Bophuthatswana; e-Venda e-Ceskei. La maphandle amiswa ngokobuhlanga ngoorhulumente bamandulo eMzantsi Afrika, phambi komnyaka wama-1994. Bonke abantu bala maphandle babengavumelekanga ukuba bahambelane. ngaphandle kokuba bahamba ngemvume karhulumente. Yhiyo le nto kwakufuneka benamapasi okuya xa befuna ukuphuma kumaphandle abo.