Ababhali besiXhosa ngeminyaka yoo-1900

Isizukulwana esilandelayo saazeka mzekweni. Khawujonge!!

Kwiminyaka yoo1900-1950

tshintsha
Igama lombhali Ubhale ntoni? Itayitile Unyaka epapashwe ngawo
Mqhayi, Samuel Edward Krune Yincwadi U-Samson ngo-1904
Rubusana, Walter B. Yincwadi eyenziwe ngengqokolela yamaphepha Zemk'iinkomo magwalandini ngo-1906
Masila, Henry, Ndawo yiNoveli Uhambo luka Gqoboka ngo-1909
Christian Express 40:471, iphepa, Draft proclamation relating to Native marriage and inheritance in the Transkeian Territorias. ngo-1910
Soga, John Henderson incwadi yamaculo eCawa Amaculo ase-Rabe ngo-1910
Kakaza, L YiNoveli Intyatyambo yomzi. ngo-1913
Bokwe, John Knox Incwadi Ibali likaNtsikana ngo-1914
Kakaza, L. YiNoveli UTandiwe wakwa Gcaleka ngo-1914
Mqhayi, Samuel Edward Krune yiNoveli Ityala lamawele ngo-1914
Guma, Enoch S. yiNoveli Nomalizo okanye izinto zalomhlaba ngamadingiqhiwu ngo-1918
McLaren, J. S.Afr.J.Sci. 15 Religious beliefs and superstitions of the Xosas: a study in philology. [article; Xhosa; folklore; religion; superstition]. ngo-1919
Ndawo, Henry Masila Ngamabali amafutshane Inxenye yen-Tsomi zase-Zweni. ngo-1920
Sinxo, Guybon B. yinoveli UNomsa. ngo-1922
Chalmers, Rev. John A yincwadi U-Tiyo Soga ngo-1923
Jolobe, James J. R yiNoveli UZagula ngo-1923
Mlotywa, Stephen.V yiNoveli U-Nozipho ngo-1923
Mzimba, Livingstone N incwadi engobomi bukamfundisi Ibali lobomi nomsebenzi womfi umfundisi. ngo-1923
Blythswood Review 1:1 The marriage of the paramount chief of the Gcalekas. [article; marriage; Gcaleka; tribal; ethnographic ngo-1924
Makalima, Gilbert B yiNoveli U-Ntsizi. ngo-1924
Waters, Mary W yidrama U-Nongqawuse ngo-1924
Mqhayi, Samuel Edward Krune yincwadi UBomi buka J.K. Bokwe ngo-1925
Ndawo, Henry Masila Incwadi yezibongo Izibongo zenkosi zama-Hlubi nezama-Bhaca ngo-1925
Sinxo, Guybon B. yidrama Imfene kaDebeza ngo-1925
Mqhayi, Samuel Edward Krune incwadi yezibongo zabantwana Imihobe nemibongo ngo-1927
Sinxo, Guybon B. yiNovel Umfundisi wase-Mthuqwasi ngo-1927
Soga, John Henderson Umsebenzi owenziwe ngesiNgesi waza waguqulelwa esiXhoseni Pilgrim's Progress (Translation ngo-1927
Jolobe, James J. R. Umbongo Iindlela Ezahlukeneyo ngo-1928
Ouless, E.U. yidrama Iziganeko zomKristu ngo-1928
Bennie, W.G yincwadi Stewart Xhosa Readers ngo-1929
Cory, Sir George Edward Cory Imbali yokubulawa kweenkomo S/.A.R. & H. Mag. 23:12 The cattle killing delusion of 1857 ngo-1929
Lukus, H. Nakoon-legendes legend ngo-1929
Mqhayi, Samuel Edward Krune yinoveli Don Jadu ngo-1929
Walaza, Julius J.J. yiNoveli Inkwenkwe izala indoda ngo-1920
Ross, B liphepha, yimfazwe Blythswood Review 7:77 The Kat river settlement and Xhosa wars ngo-1930
Ndawo, Henry Masila yiNoveli U-Nolishwa ngo-1931
Soga, John Henderson tribal; ethnography EAma-Xhosa life and customs ngo-1931
Doke, C.M Bantu Studies, vol.6 Review of U-Nolishwa Unoliswa ngo-1932
Bennie, W.G. Bantu Studies, vol.7 The most important Xhosa publications: bibliography; African language; African language literature]. ngo-1933
Doke, C.M. Bantu Studies, vol.7 Review of Umzali Wolahleko. ngo-1933
Sinxo, Guybon B. novel; Prodigal Son Umzali wolahleko ngo-1933
Bangeni, B.A yinoveli Kuphilwa phi. ngo-1934
Pamla, G. biography Amabalana ngoBomi buka-Rev. Charles Pamla ngo-1934
Swaartbooi, Victoria N.M. women: novel U-Mandisa ngo-1934
Bennie, W.G. anthology Imibengo ngo-1935
Doke, C.M Bantu Studies, vol.9 Review of The Stewart Xhosa readers.Senior reader. [review; the Stewart Xhosa readers: senior reader]. ngo-1935
Williams, C. Kingsley biography; Aggrey; translation UAggrey UmAfrika ngo-1935
Sinxo, Guybon B Bantu World Notable contributions to Xhosa literature: Mr. Mqhayi, creates Xhosa renaissance. [Mqhayi, S.E.K.]. ngo-1935
Doke, C.M Bantu Studies, vol.10 Review of U-Mandisa ngo-1936
Doke, C.M. Bantu Studies, vol.10 Review of U-Aggrey Um-AfrikaExample ngo-1936
Doke, C.M. Bantu Studies, vol.10 Review of Kwane, an African saga ngo-1936
Jolobe, James J. R. ngumbongo/ poetry Omyezo ngo-1936
Lestrade, G.P. Bantu Studies, vol.10. Review of The Healdtown Xhosa readers. [review; the Healdtown Xhosa readers] ngo-1936
Soga, Tiyo B. folklore Intlalo kaXhosa ngo-1936
Cape Mercury-yinoveli A Xhosa classic- review ngo-1936
Umbongo/poetry UMhlekazi uHintsa ngo-1937
Jabavu, D.D.T. Bantu Studies,vol.11 Review of UmYezo. ngo-1937
Mqhayi, Samuel Edward Krune yinoveli U-Mhlekazi U-Hintsa ngo-1937
Ndawo, Henry Masila yinoveli U-Nomathamsanqa no Sigebenga ngo-1037
Futshane, Zora Z.T yinoveli Ujujuju ngo-1938
Jolobe, James J. R Umbongo/poetry Thuthula ngo-1938
Mqhayi, Samuel Edward Krune -autobiography U-Mqhayi wase Ntab'ozuko. [review; Mqhayi, S.E.K.; UMqhayi waseNtab'ozuko] ngo-1939
Godfrey, Rev. Robert manuscript; dictionary]. Manuscript of Xhosa - Eng. Dictionary ngo-194?
Ndawo, Henry Masila Imbali Iziduko zama Hlubi ngo-1939
Oldjohn, I. The South African Outlook,vol.69 Review of UMqhayi waseNtab'Ozuko. [review; Mqhayi, S.E.K.; UMqhayi waseNtab'ozuko] ngo-1939
Bennie, W.G Bantu Studies, Vol.14. Review of U-Mqhayi waseNtab'Ozuko. [review; Mqhayi; U-Mqhayi waseNtab'ozuko] ngo-1940
Jolobe, James J. R Isincoko/essay Amavo ngo-1940
Jordan, Archibald Campbell yinoveli Ingqumbo yeminyanya ngo-1940
Oldjohn, I. The South African Outlook, vol.70 Review of Ingqumbo yemiNyanya. [review; Ingqumbo yeminyanya]. ngo-1940
Oldjohn, I. The South African Outlook,vol.71 Reviews of Amavo and U-Don Jadu. [review; Amavo; U-Don Jadu; Mqhayi, S.E.K.; Jolobe, J.J.R.]. ngo-1941
yinovel UDon Jadu ngo-1942
Mqhayi, Samuel Edward Krune Umbongo/poetry I-nzuzo ngo-1942
Jabavu, D.D.T. review Review of Inzuzo ngo-1943
Shepherd, R.H.W. The South African Outlook,vol.75 Bibliography of Xhosa books presently used by missions. bibliography; literary history Example ngo-1943
Shepherd, R.H.W. S.Afr.Outlook 75:896 Bibliography of Xhosa books presently used by missions. [bibliography; missionary; literary history]. Example ngo-1945
Hobson, George Carey yinoveli; ibali elingezilwanyana (animal story) UAdonisi wasentlango ngo-1947
UAdonisi wasentlango African Studies, vol.9, no.1 Review of Amaqunube. [review; Amaqunube]. ngo-1950
Mama, G.Soya Umbongo/poetry Amaqunube. ngo-1950
Ndawo, Henry Masila biography: Moshoeshoe UMshweshwe. ngo-1950
Ngcwabe, L.M.S. Umbongo/poetry Khala zome ngo-1950
Forum, vol.13, Xhosa poems:Review of 'The Black Berries'(Mama,G.S.) ngo-1950
Henry Masila Ndawo Yimbali UMSHWESHWE ngo-1951
Yako, S.J.Page Incwadi yezibongo/poems Umtha Welanga ngo-1968