I-Ave Maria ngumthandazo obalulekileyo wamaKristu njengoko ifuna ukuphakamisa uMariya, unina kaYesu.

Bulisa uMariya ozele lubabalo, iNkosi yi nawe. Usikelelwe wena phakathi kwabafazi, usikelelwe isiqhamo sesizalo sakho uYesu.Mariya Ongcwele, unina kaYesu, sithandazele thina boni ngoku, nangexesha lokufa kwethu amen.