Ledolophu yayisakubizwa ngokuba yiQueenstown ifumaneka kwisiqingatha sephondo leMpuma Koloni kumaspala wasekuhlaleni I Enoch Mgijima Municipality Kwisithili sase Chris Hani District Municipality


Iholo yedolophu yeKomani

Imbali tshintsha

IKomani yasekwa ngonyaka ka 1853 phantsi kolawulo luka Sir George Cathcart owayithiya ngegama lika Queen Victoria. Umsebenzi okumzila wololiwe odibanisa iMonti waqalwa nguRhulumente waseKoloni ka John Molteno ngonyaka ka 1876 waze wavulwa ngokusesikweni nge 19 May 1880

Ngonyaka wama 1960 abantu abanga maAfrika bafuduselwa empuma yelokishi yaseZibeleni njengenxalenye yomzamo wokufudusa abantu abamnyama kwiindawo zee "Homelands". Ledolophu kumaxa adlulileyo ibe nemozulu ezimbi kodwa ngethamsanqa akho monakalo owenzileyo.

 

IMfundo tshintsha

Lamaziko emfundo afumaneka kuledolophu nakwindawo ezingqongileyo tshintsha

Primary schools tshintsha

Amaziko emfundo ephakamileyo tshintsha

Imidiya tshintsha

Ledolophu inephephandaba I the Rep, Queenstown express kwakunye namajelo osasazo kanomathotholo iLukhanji Fm ne Vukani Fm

Inkwenkwezi ezizinzalelwane zaledolophu tshintsha