IMaputo ngundlunkulu wesixeko saseMozambique.

EMaputo
EMaputo
EMaputo
EMaputo
Coordinates: 25°58′00″S 32°35′00″W / 25.96667°S 32.58333°W / -25.96667; -32.58333
Isizwe
Elevation 7 m (Bad rounding here23 ft)
Isiphaluka
Uluntu(2017 census)
 • Total 1 101 170
Postal code 1100
Area code (+258) 21-XX-XX-XX
Website http://www.cmmaputo.gov.mz

Ikunxweme olunxuse ulwandle lwaseIndiya. Ukusukela ngo2007, bamalunga ne 1 094 315 abantu abahlala kwesi sixeko. IMaputo yaafunyanwa ngenkulungwane ye18.

Igama layo lemveli kwakusithiwa yiLourenço Marques, kodwa latshintshwa emva kokuba sisimele. ILisbon esePortugal liwele ledolophu yaseMaputo. IDyunivesithi yaseEduardo Mondlane iseMaputo.