Durban (isiZulu: iTheku) yidolophu yesibini kwiidolophu ezakhe zankulu emZantsi Afrika. Iyinxalenye yomhlaba wephondo la KwaZulu-Natal.

eThekwini

Imbali tshintsha

kuqikelelwa okokuba abantu ababangabokuqala ukuhlala kwindawo yaseThekwini baafika bevela eMantla ngeminyaka yoo-100,000 phambi kokufika kukakristu (BC), ngokwekhabhoni yamatye enkcubeko awafunyanwa emiqolombeni yaseDrakensberg. Aba bantu babehlala kanye kwiinkaba zamathafa aKwaZulu-Natal de kwaba kukukhula kwesizwe sa kwaNtubantu abo babsesuka eMantla kwinkulungwane yokugqibela.