Es'kia Mphahlele

Umfanekiso ka-Es'kia Mphahlele, uboniswe kwiThala leencwadi yase-Es'kia Mphahlele, ePitoli

Es’kia Mphahlele (wazalelwa igama Ezekiel Mphahlele; 17 kaDisemba 1919, Marabastad - 27 kaOktobha 2008, Lebowakgomo), wayengumbhali, umshicileli wencwadi, umgqugquzeli wenkcubeko kunye nootitshala. [1]

ImithomboEdit