I-Biota iligama elixhaphakileyo kwizifundo ezingendalo yezinto eziphilayo ezaziwa ngokuba zeze-bhayoloji. Igama elithi biota libhekisa kuzo zonke izinto eziphilayo ngelo xesha lokanye kuloo ndawo ithile. Imizekelo: i-Cambrian biota; i-Madagascan biota. Eli gama liquka zonke izinto eziphila kuloo ndawo ziphila kuyo, izinto ezinjengeentlobo-ntlobo zezityalo nezezilwanyana, ngenxa yeso sizathu, eli gama lithi biota lisetyenziswa ngakumbi kwizifundo ze-ecology. Igama elikwafana nalo lithi biome, lona ke libhekisa kwiingingqi zomhlaba ezinkulu ngokwendalo nezidalwa eziphila kuzo.  I-Tundra is a biome.

I-Flora, i-fauna nezinye izinto eziphilayoezifana ne-fungi zizonke ziqukwa phantsi kwegama elinye eliyi-biota.

Amanye amaphepha azalana nala tshintsha

  • I-Biome
  • I-Fauna
  • I-Flora
  • I-Wildlife