I-Career guidance\ Ufundela ukuba yintoni?

Xa sisesesikolweni sithetha ngee-Subjects. Sakupasa imatriki siya kwiindawo ngeendawo ezinje ngeeKholeji, umzekelo: ikholeji yokuqeqeshela ubunesi; ikholeji yokuqeqeshela ubutitshala; ikholeji yokuqeqeshela ubupolisa; ikholeji yokuqeqeshela ubulimi, nezinye. Kanti ke abanye bapasa nje imatriki bangqale eYunivesithi apho bafike kuthethwa nge-academic discipline okanye ngeField of study.