I-Fraction (yemathematika)
I-fraction (ligama elisuka kwisiLatini: fractus, "ukuqhekeka") imele into epheleleyo okanye, ngokupheleleyo singathi naliphi na inani lamacala alinganayo kkuloo nto kuthethwa ngayo. Ngokwentetho yesiNgesi yemihla ngemihla, i-fraction ichaza okokuba mangaphi na amalungu obungakanani obuthile. umzekelo, isiqinga okanye ihafu enye, isibhozo sesihlani, iikota ezintathu. I-common, i-vulgar, okanye i-simple fraction (imizekelo: <i-math>\i-frac{1}{2}</i-math> kunye ne17/3) inee-integer i-numerator, zichophe ngaphezu (okanye phambi komgca oxwesileyo), ukanti ke yona i-non-zero integer yidenominator, yona ibonakala ngaphantsi (okanye emva) komgca. Ii-Numerators kunye nee-denominators nazo ziyasetyenziswa kwii-fractions ezingekho-common, kuquka iifractions ezicompound, ezicomplex, nee-mixed numerals.