Kwi-ecosystem i-predation kusebenza kwe-biological apho i-predator (isilwanyana esizingela esinye) izondla ngexhoba layo (isilwanyana esihlaselwayo).[1] Ii-zisenokulibulala okanye zingalibulali ixhoba lazo phambi kokuba zilitye, kodwa ke indlela esebenza ngayo i-predation isoloko iba nesiphumo sokufa kwexhoba layo, ize ke ngoku yakuba ilosele okanye ilifumene sele lifile izityele itheko kwizihlunu zalo. [2] Kubonakala ngokungathi ke i-predation iyakusoloko isebenza ngokwecarnivory nangona ngamanye amaxesha kungenjalo.

Ingwe yaseMzantsi wase-China (I-Panthera tigris amoyensis) yi-predator ezondla nge-Blesbuck elixhoba layo
I-python yase-Indian nantso iginya i-chital deer encinci e-Mudumalai National Park
Iimbovane ezitya inyama zisitya i-cicada; ezinye iintlobo zezi mbovane amaxhoba azo azizidalwa ezinkulu, ingakumbi xa zihamba zimanyene.

Uqikelelo lwexabiso lomthi tshintsha

  1. Begon, M., Townsend, C., Harper, J. (1996). Ecology: Individuals, populations and communities (Third edition). Blackwell Science, London. ISBN 0-86542-845-X, ISBN 0-632-03801-2, ISBN 0-632-04393-8.
  2. Encyclopædia Britannica: "predation"