I-spacecraft y-inqwelo ethwala abantu nee-cargo izisusa ngaphandle kwe-Eatmosphere yomHlaba, loo nto ziyenza nge-space zibasa kwezinye ii-planetary, izitishi ze-space, okanye kwii-orbits zize ziphinde zibabuyisele ekhaya kwakhona.  Izi-Spacecraft ezenzelwe kumphezulu we-planethi zibizwa ngokuba ziinqwelo ziinqwelo ze-launch akwaye zidla ngokuncothuka kwii-launch pads ekwi-spaceports.

Le yi-Nqwelo ye-Space se-NASA nengumzekelo we-spacecraft

Inkoliso yee-spacecraft namhlanje zinyanzeliswa ziimoto ze-rocket, eziphokozela impongo yemisi kwelinye icala elichasene neli zihamba ngalo. Ezinye iindlela zokwenza intshukumo zisetyenziswa xa kufanelekile. I-Spacecraft ezingaphelelwayo kumandla amakhulu e-gravity ingasenebzisa ii-ion thrusters okanye ezindle iindlela ezinefuthe.

Ngenxa yamandla namakhulu afunekayo kwii-Spacecraft ukuze kube lula ukuba mazishiye i-gravithi yomhlaba, kudla ngokuba duru kakhulu ukuzakha, ukuzibeka ngokusesikweni, kunye nokuzisebenza. Izicwangciso zee-spacecraft zexa elizayo zigxile ekunciphiseni ezi ndleko ukuze babebaninzi abantu abanokuthatha inxaxheba kwi-space. kodwa kwezi ntsuku siphila kuzo, amaxabiso asephezulu kakhulu,  kwaye kutsha nje, zonke ii-spacecraft bezixhaswa ngurhulumente kazwelonke. 

Iinqwelo ze-spaceflight  nekuzinqwelo zabantu tshintsha

Eyonanto yakhe yaduru kakhulu kunazo zonke izinto kukuthumela abantu kwi-space, ngenxa yokuba kaloku abantu kufuneka betyile, kufuneka bephefumlile, kufuneka behleli endaweni, kukwafuneka bekhuselekile, kwaye abantu kufuneka belawuliwe. Abantu abathatha inxaxheba elolu hlobo banamagama awodwa:   AmaMelika azibiza ii-astronauts;
AmaRhashiya
wona azibiza ii-cosmonauts; AmaTshayina azibiza ii-taikonauts.

  • Isebe laseMelika i-NASA laasebenzisa uphehleleo lweenqwelo olubizwa ngokuba si-Space Shuttle. Kungoku nje, ziya e-Soyuz nge-cosmonauts.
  • Isebe laseRhashiya i-RFSA lisebenzisa uphehlelelo lwenqwelo ebizwa ngokuba yi-Soyuz.
  • Isebe le-Ukrainian i-UASA lisebenzisa uphehlelelo lwenqwelo ebizwa ngokuba yi-Zenit.
  • Isebe lamaTshayina i-CNSA lisebenzisa uphehlelelo lwenqwelo ebizwa Shenzhou.
  • Ifem yomntu i-Virgin Galactic yakha ikwaphehlelela inqwelo ebizwa ngokuba yi-SpaceShipTwo.

Ii-Satellites tshintsha

Inxalenye yee-spacecraft ezibalulekileyo namhlanje zii-satellites ezenziweyo. Ii-satellite ezenziweyo zinganeno ngobukhulu,  kwaye zii-spacecraft ezingenabantu ngaphakathi kuzo. Ezinye zazo zihamba kwi-Low Earth orbit ukuze zijonge emhlabeni okanye zihamba kule ndawo ngezinye iinjongo.  Ezinye zithunyelwa kwi-geostationary orbit ukuze zithumele ii-radio signals ezisuka kwindawo ethile emhlabeni zisiya kwenye indawo, okanye zijonge okwenzeka ezantsi emhlabeni zikwenza oko ziphezulu.   Uqhagamshelwano lwe-satellite lubaluleke kakhulu kumabonakude nakwezinye iindlela zoqhagamshelwano, kwaye eainye ii-satellites zinceda kuqikelelo lwemozulu  nakweminye imisebenzi