I-vacuum yindawo engena-matter. Isandi asinakuhambela ndawo kwi-vacuum, Oumphandle we-space iakuyovacuum igqibeleleyo, kuba kukho iqela lee-particles apho.

Ii-vacuums zoshishino tshintsha

I-vacuum ifuneka kwiintlobo ezithile zokwenza imveliso zoshishino. Iimpompo ze-vacuum zisetyenziselwa ukumpompa umoya ziwukhuphela ngaphandle kwi-vacuum. apha ekuhlaleni i-100% akunto enokufane yenzeke, kodwa inkoliso yeempompo ze-vacuum ziyakwazi ukwenza i-vacuum eyi-99.9999%. le ke ibizwa ngokuba y"ivacuum eyomeleleyo". Inkoliso yeenjongo zoshishino azifuni vacuum iqinileyo; eyi-0.001% ilunge ngokwaneleyo. 

Ii-vacuums zoshishino zisetyenziswa kuphela : 

  1. kushishino ngokutya
  2. kushishino nge-Electronics
  3. kwi-Packaging
  4. kwi-Manipulation
  5. kwi-Coating and degasing

Ii-vacuum chambers zikwasetyenziswa kwimisebenzi emininzi yasez-ilaboratories. Eminye yale misebenzi ikwifiziki nakwi-Khemestri nyona ifuna ivacuum eyomeleleyo. 

Eminye imisebenzi tshintsha

Ivacuum yokucoca isebenzisa amandla amakhulu evacuum ukuze ikwazi ukufunxa uthuli nokungcola, icoce umgangatho wendlu. 

funda naga amanye amaphepha tshintsha