I-abacus sisixhobo sakudala-dala esasidla ngokusetyenziswa kwi-math. Isasetyenziswa nangoku kwiindawo ezithile apha emhlabeni.  ngamanye amaxesha iimfama zisayakuyisebenzisa i-abacus, kuba zikwazi lula ukuweva ngezandla amanani. I-abacus ezixhaphakileyo zisebenza ngokuhamba-hambisa ii-beads kunye nee-rods.

i-Abacus

Ii-Abacuses zingabala ngokudibanisa  okanye ukongeza ngokuthabatha okanye ukuphungula, ngomkuphinda-phinda, ngokwahlula-hlula, kwaye abantu bangazisebenzisa ukufumana i-square root se-whole numbers. Iingcaphephe,  okanye oompondo zihlanjiwe be-abacus ngamanye amaxesha bayibala ngokukhawuleza okugqithileyo i-maths bade bodlule nezo-calculators. Kukho iabacus exhaphake eTshayina.  Le abacus yahlulwe yaziintlobo ezimbini zemigca, eziphezulu zeze-"5"s, ezisezantsi zezoo-"ones". Kukho i-bead enye okanye ezimbini kumgca ongasentla, kwanezine okanye ezintlanu kwimgca engezantsi.   Umzekelo, u-8 yi-bead enye ngasentla nezi-3 ngezantsi, kuba u-5 + no-3 = 8. Ikholam nganye imele i-digit eyahlukileyo.  I-Abacus ibaluleke kakhulu kwi-math kwaye ibangumdlalo nje ukudlala ngayo. Kulungile ukuyinika abantwana njengezixhobo zokudlala okanye ibancede bafunde ngayo.  

Ezinye ii-websites tshintsha

Amanye amaphepha jikelele nalawo angembali  tshintsha

Izifundo tshintsha

Ii-Abacus curiosities tshintsha