I-computer hardware
I-Computer hardware okanye i-hardware ibhekisa kwizixhobo zekhompyutha ezibonakalayo nonokuziphatha ngezandla.
eminye imizekelo yezi zixhobo iquka;
- i-processor
- i-memory
- i-motherboard
- i-graphics card
- i-network card
- i-modem
- i-USB flash drive
- i-hard drive
I-hardware idinga i-software kuba yiyo exelela ihardware ukuba yenze ntoni na. ukuba ayinakubakho i-software, i-hardware ayinakusetyenziswa okanye ayinakusebenza.