I-digital
Inkqubo yohlobo lwe-digital yinkqubo egcina ulwazi ngendlela eyodwa. Inkqubo echasene nale yeye-analogue, yona iqhubela phambili wngalaa ndlela bekuqhutywa ngayo. Ngokwesiqhelo, iinkqubo ze-digital zilugcina ngendlela ye-binary ulwazi; oko kuthetha ukuthi, yonke intwana yolwazi ayinakuba na-value eyenye ngaphandle ko-zero (ivalwe) okanye u-1 (ivulwe). Ulwazi oluthe xaxe lugcinwa luluthotho lwezi ntwana zolwazi, oko kuththa okokuba ingqokolela yoo-0 neyoo-1 inika intsingiselo kulw nkqubo.
Igama elithi digital lixhaphakile kwi-computing nakwi-electronics.
Ukusetyenziswa
tshintsha- I-Compact Disc