I-Humulus (okanye i-hop) sisityalo seentyatyambo. Sifumaneka kuMantla eHlabathi. Amathokazi ale ntyatyambo abizwa ngokuba zii-cones. I-hop kudidiyelwa ngayo utywala.