I-nani eli-cardinal (Ngokwakwa-Linguistics)

Cardinal versus ordinal amanani
Cardinal omnye isibini zintathu ezine
1 2 3 4
Ordinal kuqala yesibini okwesithathu wesine
isimaphambili sehlelo lesibizo) -1 Imiz: izmp zamahlelo

1 & 3
umntu woku--1, isitulo soku-1

isimaphambili sehlelo lesibizo)-2 Izmp: zamahlelo 1&3

umntu wesi-2
isitulo sesi-2

(simaphambili sehlelo lesibizo)-3 Imiz: ismp sehlelo 1&2

umz: umntu wesi-3
isithulo sesi-3

 isimaphambili sehlelo lesibizo)-2 Izmp: zamahlelo 1&3 . Imiz:

umntu wesi-4
isitulo sesi-4

Kwi - linguistics, ngakumbi kwigrama yesiqhelo, inani eli-cardinal okanye i-cardinal yokubala amanai ngokulandelelana kwawo (okanye naliphi na inani eli-'cardinal) yinxalenye yentetho  esetyenziswa xa kubalwa, njengamagama esiNgesi afana no-'one', 'two', 'three', esingathi ngesiXhosa (sifakela isimaphambili sesibizo ngokwamahlelo azo phambi kwenani elo emz: umntwana woku-1, umntwana wesi-2, litye lesi-3, kunye namanani aphuma xa kudityaniswe amanani azii-compounds angamanani amabini nangaphezulu umz: amakhulu amathathu anamashumi amane nambini), kanti ke ngesiNgesi (seCommonwealth) kuba yi-three hundred and forty-two okanye three hundred forty-two (ngesiNgesi saseMelika). Amanani   a-cardinal ahlulwa kwamanye njengee-definite numerals kwaye anxulumene namanani a-ordinal, afana noo-(woku, boku,loku, - qala; wesi, besi, lesi-bini; wesi, besi, lesi- thathu; njalo njalo. [1][2][3]

Jonga nalapha tshintsha

  • Inani eli-Cardinal elisetyenziswa kwamathematika 
  • Amanani EsiNgesi ngokulandelelana kwawo (ingakumbi icandelo lamanani a-cardinal) 
  • Inani eli-Distributive
  • Inani ekuphindwa-phindwa ngalo
  • Amanani alandelelana (ngokwakwa-Linguistics) umzekelo ziinkqubo zokusetyenziswa kwamanani kwiilwimi-ngeelwimi. 

Nanga amanye amaphepha anesihloko esikwanxulumene nesi tshintsha

  1. David Crystal (2011) Dictionary of Linguistics and Phonetics (6th ed.) John Wiley & Sons p. 65 ISBN 978-1-405-15296-9 
  2. Hadumo Bussmann (1999) Routledge Dictionary of Language and Linguistics Taylor & Francis ISBN 978-0-415-20319-7 
  3. James R. Hurford (1994) Grammar: A Student's Guide Camsixbridge University Press pp. 23–24 ISBN 978-0-521-45627-2