I-phosphine yi-compund yekhemikhali (umdibaniso weekhemikhali). Igama layo lobukhemikhali yi-phosphorus hydride. Ifomula yayo yongokobukhemikhali yi-PH3. Ikwabizwa ngokuba yi-phosphane ne-phosphamine. Ine-phosphide ne-hydrogen ions kuyo.

Indlela emile ngayo i-Phosphine 

Iimpawu zayo

tshintsha

Ayinambala, inamalangatye. Iyityhefu; ingabulala lula, nditsho sele ubukho bayo buphantsi okanye bungengakanani. Inuka ngathi yintlanzi. ingasuke ivuthe nje ingaqhwithwanga. Xa ivutha, yenza ilifu elimhlophe le-phosphorus(V) oxide, nto leyo icaphukisayo.

Ukwenziwa kwayo

tshintsha

Yenziwa xa i-hypophosphites ne-phosphites zitshiswa. Ikwenzeka xa i-phosphorus emhlophe ishukunyiswa yi-alkali eshushu.

Ukusetyenziswa kwayo

tshintsha

Le gesi isetyenziselwa ukupnqanda imibundani. Ikwasetyenziswa ukwenza i-semiconductors.

amaphepha anxulumene nala

tshintsha