I-tibia

I-tibia, i-shinbone, okanye i-shankbone lelona thambo lide nelomeleleyo kula mathambo mabini afumaneka emlenzeni ezantsi kwedolo lezilwanyana ezinethambo lomqolo. Ixokomezela idolo ngamathambo eqatha. 

Ingcaciso ngamathambo omlenze wezilwanyana ezinethambo lomqolo.