I-Makemake (ibizwa ngokusesikweni njenge-136472 Makemake) iyi-dwarf planet.Yaafunyaniswa ngomhla wama-31 kaMatshi ngo-2005 zii-astronomers ezingoo- Michael E. Brown, u-Chad Trujillo kunye no- David Rabinowitz. Yayisaya kubhengezwa njenge-dwarf planet ngomhla we-11 kaJuni ngo-2008. I-Makemake -yinto eyi-Trans-Neptunian, kuba ijikeleza iLanga emva kwe- Neptune.

IMakemake kunye nenyanga yayo (iHubble Space Telescope)

Kuthiwa xa ibizwa i-Makemake emva kwesithixo sama-ancient civilization that lived on Easter island.

Igama tshintsha

Ekuqaleni  le-planet yayinikwe igama lokuyiphawula elithi  'Easterbunny' njengoko yathi yafunyanwa ngokukhawuleza emva kwePasika. umbutho weAstronomi kuzolwenke wayinika igama elithi   Makemake, the creator uthixo ongumdali wabantu besiqithi sePasika, ukuze bazigcine bexhumene nePasika.[1]

Isimboli ecetywayo ye-Makemake ngu- .[2]

Ukumila kwayo tshintsha

I-Makemake ibonakala ngokungathi yenziwe ngomkhenkce anangamantye. kodwa izinga  lobushushu liphantsi kakhulu, umkhenkce uqina nkqi ufane nqwa namatye. 

Emakufundwe tshintsha