I-bench okanye isiqobo luhlobo lwesitulo,  sokuhlala okanye sokucwanya abantu. Ii-bench zinde kwaye zifumaneka ngaphandle. Kwisitulo ngasinye esi lolu hlobo kuhlala abantu ababini nangaphezulu.  Ezi bench zidla ngokwenziwa  ngeenkuni, inkcenkce, ilitye, kwakunye nezinye izinto ezenziwe ngemixube ethile. Izitulo ezininzi ezi lolu hlobo azinamiva yokungqiyama. 

Isitulo esisisiqobo ekuhlalwa kuso  esenziwe ngelitye.
Isitulo sokuhlala esenziwe ngokhuni lwase-Esino Lario