Ibhola yombhoxo
Ibhola yombhoxo eMzantsi Afrika
tshintshaNgumdlalo othandwa kakhulu ngabantu, odlalwa kakhulu eMzantsi Afrika. Lena ibhola ixatyiswe kakhulu eMzantsi Africa. Iqela ispring bok liqukunjelwa nje ngeqela eliphakathi kwamaqela amakhulu elizweni elathi lathatha indebe ezimbini emazweni jikelele iRugby world cup.
Ekufikeni kukaCanon George Ogilive kwiDiocesan College eKapa ngo1861, ufike wayintloko-mpathi wazisa ibhola yombhoxo edlalwa nase Winchester College. IBhola yombhoxo iqale kwiphupha lokudlalisa umnyazi kwizikolo zokufundisa umbhoxo, kwaye ibiliphupha lokuqala lokudlalisa umnyazi kwizikolo iEnglish public schools kwiminyka edlulileyo.