I-Imbila nekwabizwa ngesiNgesi ngegama elithi dassie lulo naluphi na uhlobo lwesilwanyana olukwiqela lesine lwezilwanyana ezincinane nezinoboya, izilwanyana zasendle sayo ezincancisayo ngokokulandelelana kwe-Hyracoidea,  naziphi na iintlobo ezintandathu zezilwanyanana zemveli eAfrica nezininzi kakhulu kumzantsi-ntshona e-Eshiya.

I-Imbila enebala eliphuzi, Ipaki yelizwe Serengeti, ITanzania

Ii-Hyraxes zizidalwa ezingqukuva nezinoboya nezinomsila omfutshane.  umlinganiselo woninzi lwazo ezibude bazo buphakathi kwee-cm ezingama-30–70 kwanobunzima bazo obuphakathi kwee-kg ezi-2–5 kg. Ii-hyraxes zikhankanyiwe kwiThestamente eNdala yeBhayibhile kwaye isenokuba yinyaniso into yokokuba igama elithi imbila ngesiHebhere lisuka kwigama elisetyenziswa e-Spain kule mihla siphila kuyo. Nangoku sele iimbila zingezozilwanyana zemveli e-Spain, iimpuku, kwaye ithiyori ixela okokuba abahloli bamaHebhere okuqala bazibona njengeentlobo ngeentlobo zeempuku ze-hyrax.