Imibhobho yokuhamba kwegazi

Umbhobho wegazi yityhubhu engumthambo ethwala igazi xa lihamba lijikeleza umzimba. Imithambo yegazi ethatha igazi entliziyweni ingoonothumela. Ize imithambo yegazi ebuyisela igazi entliziyweni ibengoonobuyisa. Imithambo ezii-Capillaries yona iphakathi koonobuyisa noonothumela kwaye ezi-capillaries zondla igazi nge-tissue. 

Imibhobho yegazi.

Intliziyo xa idibene nayo yonke imithambo esemzimbeni ibizwa ngokuba yi-circulatory system. igazi lihamba ngokumpompa kwentliziyo lize lithwale ioksijini liyise kwii- tissues.

Isenzo sokuya ivuleka imithambo yegazi sibizwa ngokuba yi-vasodilation, oku kwenzeka kunceda ukuba umzimba ukwazi ukugxotha amandla obushushu  (igama elingu-vas- ngesiLatini lithetha ukuthi  "isitya sokukhongozela" okanye "isikhongozeli"[1]). Ukwakheka kwemithambo yegazi kubizwa ngokuba yi-vasoconstriction, inqanda ukuba umzimba ungaphulukani nobushushu. 

Amaphepha anenxaxheba kweli nqaku tshintsha

  1. Harper, Douglas (2001-2016) "Online Etymology Dictionary" Online Etymology Dictionary retrieved 03/08/2016