Imithi ehlala iluhlaza

I-Evergreen, Colorado ligama ledolophu yaseMelika.
Ifoto yaseSilver Fir ibonisa iminyaka emithathu amagqabi egcineke eluhlaza.

Imithi ehlala iluhlaza yimithi egcina amagqabi ayo ebusika. Inkoliso yemithi iyaphulukana namagqabi ayo ngotshazimpuzi. yona imithi ehlala iluhlaza ihlala inamagqabi ayo unyaka wonke. Template:Biology-stub