Imozulu
IClimatology (from Greek κλίμα, klima, "place, zone"; and -λογία, -logia) sisifundo ngemozulu, ngokwezifundo zophando ichazwa njengemo yezulu ngokomyinge wexesha elimisiweyo.[1] Eli candelo litsha lesifundo lithathwa njengesebe lelezifundo zophando ngobume bezulu kwaye licandelo eliphantsi kwejography ejongene nokwenzeka kwindalo, nekulelona candelo lophando ngezifundo ezingomhlaba. Kunamhlanje nje iClimatology iquka izifundo ngemiba efana neoceanography and biogeochemistry.
- ↑ Climate Prediction Center. Climate Glossary. Retrieved on November 23, 2006.