Imvelaphi ngesiduko sako Radebe.

Imvelaphi.

tshintsha

Imvelaphi encinane ngesiduko sako Radebe, amaHlubi atholakala elizweni lase Mzantsi Africa kwaye wonke amaHlubi asebenzisa isiduko u Radebe. kwakulixesha lokuphatha kwe Kumkani u Radebe ngelixa igama lohlanga imiHuhu laye lashintshwa labizwa amaHlubi ekunikeni isidima uKumkanikazi uma-Hlubi.[1]

Iziduko.

tshintsha

Amahlubi atholakala kwiphondo lase Mpuma Koloni. kwaye iziduko zakho ziquka u Radebe, Mthimkhulu, Bhungane kaNsele, Ngelelengele, Zikode, Gob'izembe, Makhulukhulu umkhulu bhungane noNkulunkulu mkhulu kodwa akangangoBhungane ,Ziyengane eziyeng'umuntu ngendaba, nina enindlebe ntle zombini.[2] Iziduko zakaRadebe

imbekiselo

tshintsha
  1. Regional variation in Xhosa (journals.co.za)
  2. Radebe Clan Names (thegrace.co.za)
  1. Regional variation in Xhosa (journals.co.za)
  2. Radebe Clan Names (thegrace.co.za)