Incoko yintetho yabantu ababini nangaphezulu xa bencokola ngento. Yinto eyenzeka ngokwesiqhelo, ayicwangciswa ingaqhulunqwa, nangona abantu abakule ncoko basenokuba nomdla kwinto ethile. 

U-Joseph Stalin no Maxim Gorky bencokola (ngo-1931).

Incoko yeendlela ezisisiseko soxhumana kwabantu.   Isenokuba malunga nawo nawuphina umxholo, kwaye usenokungaqameli kwinjongo ethile.  Iincoko ziyabavumela abantu bathabathe inxaxheba ngokubanegalelo kwizihloko zeencoko zabo ezingeemibono yabo eyahlukeneyo ukuzebafunde nakwabanye.  Incoko ingathelekiswa nokwenziwa kwentetho ngokusemthethweni. Intetho okanye amazwi. umzekelo, yintetho eyenziwa ngumntu omnye ngomlomo, eyenza kwiqela labantu abathile. Injongo yayo yintetho esuka calanye.  

Akunyanzelekanga ukuba iincoko zenzeke phakathi kwantu ubusongobuso, zingenzeka ngefowuni okanye ngeintanethi.  

Amaphepha azalana neli

tshintsha
  • Conversation analysis
  • Consensus
  • Intensity of preference