Indian Premier League

I-Indian Premier League (IPL) yiligi yamadoda eqeqeshelweyo yeqakamba, ebandakanya amaqela alishumi azinze kwizixeko ezilishumi zaseIndiya. Le ligi yasekwa yiBoard of Control for Cricket in India (BCCI) ngo2007.[1]

I-IPL yeyona ligi yeqakamba ekuyiyo abantu abaninzi ehlabathini kwaye ngo-2014 yabekwa kwindawo yesithandathu ngokomndilili wokuzimasa kuzo zonke iiligi zemidlalo.[2] Ngo-2010, i-IPL yaba ngumsitho wokuqala wezemidlalo emhlabeni ukuba usasazwe ngqo kuYouTube.[3][4]

Imithombo

tshintsha
  1. "How can the IPL become a global sports giant?" 28 June 2018 retrieved 20 February 2019 
  2. Barrett, Chris "Big Bash League jumps into top 10 of most attended sports leagues in the world" The Sydney Morning Herald retrieved 20 February 2019 
  3. "IPL matches to be broadcast live on Youtube" ESPNcricinfo retrieved 20 February 2019 
  4. Hoult, Nick (20 January 2010) "IPL to broadcast live on YouTube" The Telegraph UK archived from the original on 11 January 2022 retrieved 20 February 2019  Unknown parameter |url-status= ignored (help); Unknown parameter |url-access= ignored (help)