Indlovu ayisindwa ngumboko wayo

"Indlovu ayisindwa ngumboko wayo" ithetha ukuba umntu akasindwa ngumthwalo wakhe.