Indlovu ayisindws ngumboko wayo

Eli qhalo lithetha ukuba umntu akasindwa ngumthwalo wakhe. Lisifundisa ukuba sibe nenyameko. Nokuba kunzima kangakanani na kufuneka singazibalekeli ingxaki zethu.