Satyagraha eyaziwa nje nge ndlu ka Gandhi iyiMuseum ne ndlu yaba vakashi ifumaneka eJohannesburg. lendlu yeyeka Mahatma Gandhi waye hlala futhi esebenza khona ngonyaka ka 1908 kuze kbe ngu 1909. Yabaliswa ukuba yhi ngenye ye lifa lembali. Satyagraha uthetuku ngcwaliselwa kwi nyani. lendlu ya zotywa ngumculi uHerman Kallenbach ezobela uGandhi ngokwakhe.

Imbali tshintsha

 
Gandhi, Sonia Schlesin (unobala kaGandhi), Hermann Kallenbach

uGandhi wacita iminyaka eyi 21 uqala ngo 1893 kude kube ngu 1914, nokuba wahamba wavelela iIndia nelizwe lamangesi (UK) ngelo xhesha. kutiwa waqala ufunda ngoku calucalulwa kwabantu ngebala ngemini, ebanjwa estishini sololiwe ePietermaritzburg ngenxayokuba ehamba kwiinqwelo yabantu abamhlophe bodwa.

Ngo 1904 uGandhi wadibana noHerman Kallenbach, omzobi wezindlu wayeliGermaan neJuda owafika kwelilizwe ngo 1896. ngo 1907, uKallenbach wazoba indlu ngomzekeliso woronta ababini kodwa wayenza ngendlela yokokhiwa ngendlela zesi Ngesi (Europe). yabizwa ithango(Kraal).

 
Plaques

Lendlu inamakriwa ne ndawo yokudlala imidlalo yeTennis (Tennis Court), kodwa zombini zaquba kwi mpilo yokumcanga noku velela. uGandhi wayelala kwikamire ephezulu wesiya kuyo ngo kwela ileli, kodwa yena noKallenbach babelana ikitshi bavelela abavakashi babo kwi kamire yokuhlala. izindlu zezingena mnyango owudibanisayo, kudingeka uphume kuze uyongena komnye umzi. Ubomi buka Kallenbach kwaba nenguqulo ngoku bebe phila ndawonye. imali weyisebenzisa yahla nendlela emangazayo. bawushiya umzi ngo 1909 indlu yaba naba pathi abaninsi bambikoba ithengwe lishishini lase France iVoyageurs du Monde yalungiswa yavulwa ngo 2011

Lendlu iphetwe nguLauren Segal ophethe ezinye imuseums nje nge Apartheid Museum eligama leSatyagraha letheta ukuba inyani enyanzelekileyo lisuka kwincgebo zika Gandhi ngoku wehlala eMzantsi Afrika