Inkukhu isikwe umlomo
Esi sisaci esiye sisetyenziswe ukuphuhlisa isimo apho umNtu aye axakwe yinto yokuphendula ze athi cwaka. Kuye kuthiwe ke, uthe cwaka, uxel' inkukhu isikwe umlomo.