Ipago pago
I-Pago Pago ( ibizo-magama : Pango Pango, [ˈpaŋo ˈpaŋo] ) yidolophana yaseAmerican Samoa ekwiNqila yaseMa'Oputasi kwiSithili esiseMpuma, kunye nekomkhulu leAmerican Samoa .
Ifumaneka kumbindi wesiqithi saseTutuila, inommandla we- iThemplethi:M kwaye ngokobalo luka-2000, inabemi abangama 4 278 [1] .
Nangona ilikomkhulu elisemthethweni leziqithi, isihlalo semibutho yowiso-mthetho yilali yaseFagatogo [2] .
Inxalenye yommandla wale lali ikwiAmerican Samoa National Park .
NgoSeptemba 29 , 2009, iPago Pago yonakaliswa kakhulu yitsunami emva kwenyikima enomlinganiselo we-8.2 kwi-Richter Scale.