Iriphabliki yaseAfrika eseMbindini

IRiphabhliki yaseMbindi Afrika ( CAR ; iThemplethi:Lang-sg iThemplethi:IPA-all ; IsiFrentshi: République centrafricaine , RCA ; [1] iThemplethi:IPA-fr, okanye Centrafrique ,iThemplethi:IPA-fr ) lilizwe elivaliweyo kuMbindi Afrika . Imida yiChad ukuya emantla, iSudan ukuya kumntla-mpuma, iSouth Sudan ukuya kumzantsi-mpuma, iDemocratic Republic of the Congo ukuya emazantsi, iRiphabhlikhi yaseCongo emazantsi ntshona, kunye neCameroon ngasentshona .

IRiphabliki yoMbindi Afrika igubungela ummandla omalunga 620,000 square kilometres (240,000 sq mi) . iThemplethi:As of, it had an estimated population of around million. iThemplethi:As of, the Central African Republic is the scene of a civil war, which is ongoing since 2012.[2]

Iriphabliki yombindi we-Afrika isezantsi kuluhlu lwe-HDI, kwaye ke ngoko umgangatho wobomi awuwona ungcono

  1. "Central African Republic – CAR – Country Profile – Nations Online Project" www.nationsonline.org 
  2. Mudge, Lewis (11 December 2018) Central African Republic: Events of 2018 "World Report 2019: Rights Trends in Central African Republic" Human Rights Watch retrieved 9 May 2019