Ixolo, likwaziwa ngokuba yi-rind okanye sisikhumba, yinwebu engaphandle ekhusela isiqhamo okanye imifuno, eli xolo ke liyaxobuleka. I-rind idla ngokuba yinto esisityalo umphandle wexolo lesiqhamo, kodwa igama elithi exocarp libandakanya uqweqwe olulukhuni olubonakala kwii-nuts, ezingenakubizwa ngokuba ngamaxolo kuba zingenakuxotyulwa ngesandla okanye ngaloo nto kuxotyulwa ngayo, kodwa kuthiwa ngamaqokobhe ngenxa yokuqina kwawo.

IOrenji i-flavedo kunye ne-albedo.
I-Chocolate eyogqunywe-ngoqweqwe ngecitrus xolo.
Ibhanana exotyulwe yayekwa phakathi .