UJacob Zuma

(Redirected from Jacob Zuma)

Jacob Gedleyihlekisa Zuma (wazalwa ngomhla we-12 Tshazimpuzi 1942-) lo nguMongameli waseMzantsi Afrika. Zuma wazalwa eNkandla kwiphondo lakwaZulu-Natal (elalisayakuphizwa ngokuba kuseZululand). Ngunyana kankosikazi uNobhekisisa Bessie noBawo u-Gcinamazwi Zuma. Umam'uBessie lo ke waye eyinkosikazi yesibini.kule nkosikazi enguNobhekisisa, u-Jacob uyinkulu kaBawo uGcinamazwi kubantwana bakhe abahlanu. Uyise kaJacob uGcinamazwi wayelipolisa. Wathi akusweleka, wahamba nonina uJacob wayakuhlala kulonina eMaphumulo. Kulapho wafika wolusa iinkomo zakulo nina, zabe zona iintanga zakhe zisiya esikolweni. UJacob wayesoloko endwendwela unina owayesebenza emakhitshini abelungu edolophini. Naye ke uGedleyihlekisa wayeman'ukufumana amatorhwana angacacanga ezivenkileni.jabob yena aka tholanga xeshaa lokuya yeza emfundo zake nje abantwana baye u zacob waphumela waba hi president yabo tattoo e mzantsi afrika ngo 2010 uqetele wa phumela uku phemela kwakhe beku yinto enhle yakhulu kakhulu emdenini wakibo umuntu uyazi khetela into ayi funayo empilweni yakhe muntu aka melanga a jonge emva kumele a beke ento ayenzayo anga pheli umoya never give up

uJacob Zuma, 2010

NgoSeptemba ka-2021, iNkundla yoMgaqo-siseko yoMzantsi Afrika yasikhaba ngaw 'omane isicelo sikaMongameli uJacob Zuma sokuguqula isigqibo sakhe sokugweba iinyanga ezili-15 entolongweni ngenxa yokungahloniphi ubulungisa.