Malala Yousafzai (wazalwa ngomhla ka 12 July 1997) ungumlwi usuka kwi lizwe lase Pakistan. uthethela amalungelo wamabinqa kanye nokufundiswa kwabo. Uduma ngokuba ngumntu olwela amalungelo wabantu kanye nemfundo kwindawo asuka kuyo eSwat Valley ingingqi yase Khyber Pakhtunkhwa apho eTaliban yanqanda amantombazane ukuba bangayi esikolweni. Iintetho ka Malala yakhula ide yongamela ilizwe jikelele.

Malala Yousafzai, 2015
Usapho lwakhe baqhuma izikolo kwelo cala. ekuqaleni kuka 2009 eneminyaka eyishumi nanye 11 wabalela onondaba ebaxelela ngesimo sokuphatwa yiTaliban kanye nokukhuthaza ukufundiswa kwamantombazana.
Ngemini ka 9 October 2012, uMalala wadutyulwa entloko eTaliban befuna ukubulala yena no yihlo wakhe uZiauddin Yousafzai.

Emva kwa bezame ukubulala uMalala abantu kwilizwe jikelele babonisa inkxaso

uMalala yaba nguyena mntu omncinci ukufumana isabelo soxolo Nobel Peace Prize


[1]

.[2][3][4]

Notes tshintsha

Imithombo tshintsha

  1. "Quiet Progress for Education in Pakistan" Brookings Institution 8 April 2013 retrieved 13 October 2013 
  2. "Nobel Laureates by Age" nobelprize.org Nobel Media AB 2014 20 October 2014 retrieved 20 October 2014 
  3. "Malala Yousafzai becomes youngest-ever Nobel Prize winner".
  4. "The Nobel Peace Prize for 2014" (Press release).