Nyu Zilend

INyu Zilend (isiNgesi: New Zealand, isiMaori: Aotearoa) lilizwe eliseOceania. Ikufuphi neOstreliya. Ikomkhulu layo yiWelington isixeko sayo esikhulu yiOkland.

Nyu Zilend.

IjografiEdit

INyu Zilend yenziwe ziziqithi ezibini; iSiqithi saseMantla kunye neSiqithi esiseMzantsi.

IgalariEdit