U-C (woku-programa ulwimi)

U-C woku-programa ulwimi loku-lulwimi loku-progama ikhompyutha olwenzelwa ukuba lwenze inkqubo yoku-programa  i-operating system UNIX kwaye ilulwimi lwe-imperative programming. U-C weenziwa ekuqaleni komnyaka ka-1970 ngu-Ken Thompson no-Dennis Ritchie. Ilulwimi olu-Ilulwimi olu-procedural, into ethetha okokuba abantu bangazibhala ii-programs zabo njengothotho lwemiyalelo ngokulandelelana kwayo. U-C lulwimi olu-compiled. 

Kuba imibono exhasa u-C isoloko igcinwe kufutshane kwi-design ye-compyutha, i-compiler (umakhi we-program) yiyo eyenza ezi-nstructions ze-khompyutha eyakusebenza ngokukhawuleza. Isizathu sokuba isebenze ngokukhawuleza kukuba yakha i-program kwikhowudi ye-matshini/ikhowudi yemveli. Oku kwenza i-C ibe lulwimi olulungileyo lokubhala i-operating systems. Ii-operating systems, ziquka i-Linux ne-UNIX, zi-programmed ezisebenzisa ulwimi. Ulwimi lona ngokwalo lunee-keywords ezimbalwa, kwaye izinto ezininzi zenziwa zenziwa ngokusebenzisa ii-libraries, eziyingqokolela yekhowudi zazo ukuze ziphinde zisetyenziswe. 

I-C ifumaneka kwiintlobo ntlobo zekhompyutha. Yiyo le nto u-C abizwa ngokuba y"i-portable" language. I-program ebhalwe ngo-C kwaye oko kuhlonipha imiqathango enokubekelwa iimeko ezahlukeneyo. 

I-syntax ka-C nayo ibenefuthe kwezinye iilwimi ze-programming ezininzi, ezifana ne-C++, i-C#, kunye ne-Java, kwanezinye iilwimi ze-programming ezininzi nesizisebenzisayo kweli xesha siphila kulo. 

imizekelo yekhowudi tshintsha

Nanku umzekelo we-program obhalwe ku-C. Xa usakha naxa uyisebenzisa, iyakubonisa u-"Hello world!", aze alandelwe ngumgca omtsha kwifestile yekhomputer.

// This is a comment. It's for *people* to read, not computers. It's usually used to describe the program.

// This "includes" the Standard Input-Output tools in the program.
#include <stdio.h>

// The main function
int main(void) {
    // Prints "Hello world!" onto the screen, followed by a new line ("\n")
    printf("Hello world!\n");
    
    // Tell the computer that the program ran successfully
    return; //EXIT_SUCCESS
}

amanye amaphepha anxulumene nala tshintsha

Ezinye ii-website tshintsha