U-Kaizer Daliwonga Mathanzima (wazalwa ngo1915 waza walishiya eli ngo2003) wayengumongameli welinye lamaphandle awayebekelwe bucala ngurhulumente wengcinezelo eMzantsi Afrika. Wabekwa njengomongameli kwangulo rhulumente ngo1976 waza wasuswa kwanguye ngo1987.