USatyajit Ray (iThemplethi:Audio) wazalwa ngomhla wesi-(2 May 1921–23 April 1992) wayengumqondisi wee-movie weBenngali laseIndiya. Abantu abaninzi bambona njengo[[umenzi wefilim|memzi wefilim omkhulu kwiimovie zomnyaka wenkulungwane yama-of 20 .[1]

Wazalelwa kwisixeko

  1. saseKolkata. Usapho lwakhe lakwaBengali lwaluhamba phambili kubugcisa nakwimibhalo. URay wafunda kwiKholeji

Subscript textyasePresidency nakwidyunivesithi yaseVisva-Bharati. Ubizo lwakhe waluqala ngokuba ligcisa kwezentengiso. URay waba nom

  1. Numbered list item
  2. REDIRECT Target page name

dla wokwenza iifilim nangexa wathi wadibana nomenzi zifilim waseFransi uJean Renoir namhla wabona imovie eyayiyifilm yomhlaba iBicycle Thieves xa wayendwendwele eLondon.

URay ubengumqondi weemovie ezingamashumi amathathu anesixhenxe. Ezi movie ziquka iimovie ezidlala ixesha elide, ezidlalwa kwinto eyinyaniso nezimfutshane. Imovie yokuqala kaRay, ithiPather Panchali, awawina iimbasa zehlabathi ezilishumi elinanye, kuquka iBest Human Document kwimibhiyozo yefilim yaseCannes. Le movie kunye neAparajito neApur Sansar zeenza iApu trilogy. URay yena weenza umbhalo wefilim.

  1. iThemplethi:Harvnb