UWhitney Elizabeth Houston (wazalwa ngeyeThupha ngomhla we-9, ngo1963 – walishiya eli ngeyoMdumba umhla we-11, ngo2012) engumlonjikazi waseMelika, ekwangumdlali, umdidiyeli, kunyenonobuhle. Ngo2009, Abashicileli bakwaGuinness World bamnika intshinga yokuba ngumdlali wasetyhini wamaxa onke. [1] UHouston ngomnye weemvumi weengoma zepop ezona ngoma ezazisoloko zithengwa kakhulu kubugcisa bomculo ngalo lonke ixesha, intengiso yazi iqikelelwa kuma-170-200 ezigidi zamacwecwe athengiswe kwihlabathi jikelele. [2][3] Ukhuphe oobhazabhaza abathandathu bamacwecwe, enye kuzo ngubhazabhaza weeholide abathathu ngabeengoma zemidlalo bhanyabhanya, zonke ke zizuze isetifikethi sedayimani, i-multi-platinum, se-platinum okanye segolide, ukuzibonakalisa kwakhe lo kaHouston kwihlabathi kwithsathi yomculo, ngokunjalo nasekuqaqambeni kwakhe kwiMTV, ukususela kumboniso bhanyabhanya wengoma ethi "How Will I Know",[4] abanefuthe elingummangaliso kumagcisa angamaAfrikakazi aseMelika amaninzi awayengabalandeli bakhe .[5][6]

  1. Template:Vcite book
  2. Dobuzinskis, Alex (2009-09-15) "Whitney Houston says she is "drug-free"" Reuters archived from the original on 2012-06-19 retrieved 2009-11-01 
  3. Sullivan, Caroline (2012-02-12) "Whitney Houston obituary" The Guardian retrieved 2012-02-12 
  4. Template:Vcite journal
  5. Template:Vcite news
  6. Template:Vcite episode
Whitney Houston (2009)