Ubugcisa bunendima enkulu kwinkcubeko, kwaye igama lithetha into engaphezulu ko "bugcisa". Ubugcisa buquka koomabonakude , ubugcisa bokufunda nokubanosiba lokubhala (njengee ncwadi neminye imibhalo) kunye nobugcisa bokushukumisa amalungu omzimba (njengom culo, ukudanisa, umdlalo weqonga).

Ubugcisa

Maxa wambi, kwiiyunivesithi, busisishunqulelo seqela lezifundo eziphangaleleyo ezibizwa ngokuba ziihumanities. Ezi zifundo ziquka ifilosofi, itheology, iliterature, iilwimi, kunye nezembali ngokunjalo.

"Izifundo zobugcisa zidla ngokuthelekiswa nezo"bunzululwazi".