Le nyamakazi ilixhwili yinyamakazi eyahlal inokhwekhwe olungapheliyo. selisithi ke into ukuba ayivumi ukwahlukana nenye, sekusithiwa lukhwekhwe lwexhwili. URuti waba lukhwekhwe lwexhwili kuNahomi, uninazala, akavuma ukwahlukana naye. Isifo esithi sinyangwa sibe singaphumi, kuthiwa lukhwekhwe lwexhwili.