Ubume besakhiwo okanye ipattern ngumbono, sisigama okanye uhlobo. Uhlobo lwento yinto enokuchazwa ngokwendlela ecingwa ngayo ngengqondo, ize ke ngoko isetyenziswe apho imelwe kukusetyenziswa khona. Ukuhambelana kwemo yento eyakhiweyo is checking if a certain pattern is present. Many patterns can directly be recognised by the senses.

Ukufakelwa kwee-tiles ngohlobo oluHexagonal kumgangatho wendlu eRome. Olu fakelo lwee-tiles lulandela indlela elula ezibekwe ngayo.