Ukufuyela ukushishina

Ukufuyela ushishino okanye ushishino ngolimo luhlobo lolimo apho uninzi lwemali eyinkunzi kunye nengqesho zisetyenziswayo ukuze kwandiswe isivuno esinokuzuzwa kuloo ndawo. Ukusetyenziswa kwesixa esikhulu sokubulala izinambuzane kwizityalo nokusetyenziswa kwamachiza emfuyo ye[[zilwanyana kuxhaphakile. Akunjalo ke kulimo lwemveli, olungafumani ngeniso ingako kuloo ndawo lwenzelwa kuyo. Xa ulimo luye lwaloloshishino, oko kuthetha okokuba izinga lokusebenza kufuneka lixhome, de ibe indawo yomsebenzi ithathwa ngoomatshini. Kwawuthi ke kusakube kunjalo, kufuneke abasebenzi abambalwa abo bazakusebenzisa oomashini. olu hlobo lokuba ngumfama lusoloko lusenziwa njengokusabela ekukhuliseni umgangatho woluntu. Kuyagxekwa ke oku kuba kaloku izinga lokunonotshelwa kwentlalo yezilwanyana lwehlile. [1] Olu hlobo lolimo lukhokhelela ekwandeni kongcoliseko lomoya kwanakwiimeko zempilo. [2][3]

Iinkukhu zikhuliswa eFlorida

Imithombo

tshintsha