ukukhululeka kuthetha imeko apho umntu ngamnye akwaziyo ukwenza ngendlela abona ngayo kungenjalo, abe uyakwazi ukuphuhlisa isakhono sakhe, kuloo nto kuthethwa ngayo ngelo xesha umzekelo kwikhululeko yezopolitiko. ligama elintsingiselo yalo imbaxa.

Umfanekiso oqingqiweyo obonisa ukukhululeka ngumfanekiso owaziwa kakhulu ngokubonisa ukukhululeka.

Ukukhululeka yintetho esetyenziswa nelamkelwa njengegama elithehta inkululeko kuphela, ngokwale nkululeko umntu uxhamla inkululeko ngokuthi aphume kwintlalo yokucinezelwa ngenkani, le nkululeko ihamba ngokweembono zomntu olwela inkululeko ngokwasekuhlaleni, kanti ke kwelinye icala, ibeka umnwe kwizinto eziyimfuneko ngokwasekuhlaleni nangokwezoqoqosho kwanokuphathwa kwabantu ngokufanayo, njengasemandleni olawulo nakwizixhobo zokunceda abantu bakwazi ukuphumeza ezi njongo. Kananjalo, itsha-ntliziyo elilwela inkululeko ngokwasekuhlaleni liqhoboshela ukukhululeka (okokutsho, inkululeko) ekwabelaneni ngokulinganayo ngefuthe lamandlaezopolitiko oko kutsho, ngolawulo lwesininzi) xa sithetha ngokukhululeka okwakhayo. Eyona nto bayithethayo bathi inkululeko kungekho ngalingana ithetha ukongamela kwalowo unamandla kunabanye. Ngoko ke, inkululeko kunye nentando yesininzi zibonwa njengabaphikisani abathi bazalane kodwa ekugqibeleni. [1][2][3][4]

Emsebenzini wakhe, UJohn Stuart Mill, ongokukhululeka, waba ngowokuqala ukuwubona umahluko phakathi kokukhululeka njengesenzo nokukhululeka ngaphandle (kokunyanzelwa ukuba wenze into). UMill wakwazi noku okokuba iyintoni na "indalo kunye nemiqathango yamandla engabonwa njengenokusetyenziswa ngokusenthethweni kubo bonke abantu basekuhlaleni" ade ke ngoko, achaze he describes an inherent and continuous antagonism between liberty and authority and thus, the prevailing question becomes "how to make the fitting adjustment between individual independence and social control"[5].

Types of freedom tshintsha

Some of the main types of human freedom are: freedom to life, freedom of association, freedom of belief, freedom of speech, freedom to express oneself, freedom of the press, freedom to choose one's state in life. However, the civil constitutions of each country have different definitions of the freedoms allowed to the citizens. It has been argued that any law limits freedom, since it sets limits on what people may do.

Other pages tshintsha

Template:Wiktionary

References tshintsha

  1. Rawls, John (1996). Political Liberalism, New York: Columbia University Press.
  2. Rawls, John (1999). Law of Peoples, Cambridge, MA: Harvard University Press.
  3. Rawls, John (1999). A Theory of Justice, revised edition. Cambridge, MA: Harvard University Press.
  4. Rawls, John (2001). Justice as Fairness: A Restatement, Erin Kelly, ed. New York: Columbia University Press.
  5. Mill, J.S. (1869)., "Chapter I: Introductory", On Liberty. {http://www.bartleby.com/130/1.html}