Ukuxuba
Verb tshintsha
- Ukuba uxuba' into, uzamisa izinto ezimbini ndawoninye nangaphezulu.
- Xuba amaqanda nobisi ngeflawa.
- Ukuba uxuba into, udibanisa izinto edityaniswayo nezidibanayo zibe mbini nangaphezulu kodwa zibe ezi zinto bezihleli zahlukene zingadibananga.
- Musa ukudixuba impahla ekhanyayo kunye nempahla emibala imdaka kumatshini wokuhlamba impahla.
- Template:Umculo kukudibanisa iingoma ezininzi.